Magwalandini
Letta Mbulu Lyrics


Yewu, yewu magwala ndini

Yewu, yewu magwala ndini (Hawu bayekeleni)
Yewu, yewu magwala ndini (Hawu bayekeleni)
Yewu, qhewul'apho amagwal'ayemka (Hawu bayekeleni)
Yewu, qhewul'apho amagwal'ayemka (Hawu bayekeleni)

Alahl'induku (Qhewula)
Iyo mama qhewul'apho amagwal'ayemka (Hawu bayekeleni)
Alahl'induku (Qhewula)
Iyo mama qhewul'apho amagwal'ayemka (Hawu bayekeleni)
Alahl'induku (Qhewula)
Iyo mama qhewul'apho amagwal'ayemka (Hawu bayekeleni)
Alahl'induku (Qhewula)
Iyo mama qhewul'apho amagwal'ayemka (Hawu bayekeleni)

Yewu, yewu magwala ndini (Hawu bayekeleni)
Yewu, yewu magwala ndini (Hawu bayekeleni)

Hayi bo magwala ndini
Hayi bo magwala ndini
Hayi bo magwala ndini
Kutheni na? Kutheni na? Kutheni na?
Hayi bo magwala ndini

Kutheni?
Hayi bo magwala ndini
Ndihleli ndoda ndicinga kutheni?
Hayi bo magwala ndini

Uyabaleka, uyabaleka tyhini yindod'etheni na?
Hayi bo magwala ndini

Alahl'induku
Yewu qhewul'apho amagwal'ayemka (Hawu bayekeleni)
Alahl'induku
Shiye babo qhewul'apho amagwal'ayemka (Hawu bayekeleni)
Alahl'induku bo
Shiye babo qhewul'apho amagwal'ayemka (Hawu bayekeleni)
Alahl'induku
Iye babo qhewul'apho amagwal'ayemka (Hawu bayekeleni)

Iye ye ye ye ye ye
Iye ye ye ye ye ye
Iye ye ye ye ye ye ye

Hewu
Hayi bo magwala ndini

Lyrics © O/B/O APRA AMCOS

Lyrics Licensed & Provided by LyricFind
To comment on specific lyrics, highlight them
Genre not found
Artist not found
Album not found
Song not found

Yandisa


on Bhanoyi

Yho so nice