Zola
Letta Mbulu Lyrics


Zola yek'uthath'into zabantu
Zola yek'uthath'into zabantu
Owo Zola yek'uthath'into zabantu
Owo Zola yek'uthath'into zabantu

Oh bathi khawuyek'amaqhinga (Heh Zola)
Khawuyek'amaqhinga (Heh Zola)
Kutheni? (Nto zabantu)
Kutheni? (Nto zabantu)
Oh khawuyek'amaqhinga (Heh Zola)
Khawuyek'amaqhinga (Heh Zola)
Kutheni? (Nto zabantu)
Weh Zola (Nto zabantu)

Oh khawuyek'amaqhinga (Heh Zola)
Khawuyek'amaqhinga (Heh Zola)
Kutheni? (Nto zabantu)
Kutheni? (Nto zabantu)

Oh khawuyek'amaqhinga (Aah)
Khawuyek'amaqhinga (Aah)
Weh Zola (Nto zabantu)
Weh Zola (Nto zabantu)

Uhlelele ntoni?
Uhlelele ntoni?
Kutheni?
Kutheni?

Tyhini utheni na Zola?
Utheni na Zola?
Kutheni?
Kutheni?

Oh khaw (Weh Zola)
Weh Zola
Nto zabantu
Nto zabantu

Weh Zola
Weh Zola
Nto zabantu
Nto zabantu

Owo Zola (Aah, aah)
Yek'uthath'into zabantu (Weh Zola, weh Zola)
Khawuyek'uthand'into zabantu (Aah, aah)
Tyhini kucelw'uyek'ukungen'into zabantu (Weh Zola, weh Zola)

Khawuyek'ooDlamini (Aah)
Khawuyek'ooDlamini (Aah)
Khawuyek'ooDlamini (Weh Zola)
Khawuyek'ooDlamini (Weh Zola)

Khawuyek'ooDlamini (Aah)
Khawuyek'ooDlamini (Aah)
Khawuyek'ooDlamini (Weh Zola)
Khawuyek'ooDlamini (Weh Zola)

Ha!

Lyrics © O/B/O APRA AMCOS
Written by: LETTA MBULU, CHRISTOPHER NCOKANE

Lyrics Licensed & Provided by LyricFind
To comment on specific lyrics, highlight them
Genre not found
Artist not found
Album not found
Song not found